Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Umdlalo wemfundo owanceda abantwana bafunde ukufunda
Curious Learning
Download Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) APK
Rating 4
Category Educational
Package name com.eduapp4syria.feedthemonsterisiXhosa
Downloads 5+
Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) Description
Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?
Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Yonke into ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo  Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• Letter tracing games to aid reading and writing Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo yokukhumbula yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Norwegian Ministry of Foreign Affairs , njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET – The Center for Educational Technology, and IRC – The International Rescue Committee.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa umhlobo wam kwiilwimi ezili-100 ezithintekayo kwihlabathi jikelele.

-----

Feed The Monster teaches children the fundamentals of reading in isiXhosa. Collect monster eggs and feed them letters so they can grow into new friends!

WHAT IS FEED THE MONSTER?
Feed The Monster uses proven ‘play to learn’ techniques to engage kids and help them learn to read. Children enjoy collecting and growing pet monsters while learning reading fundamentals.

FREE TO DOWNLOAD, NO ADS, NO IN APP PURCHASES!
All content is 100% free, created by literacy nonprofits Curious Learning and CET – and brought to South Africa through the support of BellaVista School.

GAME FEATURES TO PROMOTE READING SKILLS:
• Fun and engaging phonics puzzles
• Letter tracing games to aid reading and writing
• Vocabulary memory games
• Challenging “sound only” levels
• Parental progress report
• Multi-users login for individual user progress.
• Collectable, evolvable, and fun monsters
• No in-app purchases
• No ads
• No internet connection needed

DEVELOPED BY EXPERTS FOR YOUR CHILD.
The game is based on years of research and experience into the science of literacy. It incorporates key skills for literacy, including Phonological Awareness, Letter Recognition, Phonics, Vocabulary, and Sight Word Reading so kids can develop a strong foundation for reading. Built around the concept of caring for a collection of monsters, it is designed to encourage empathy, perseverance and socio-emotional development for children.

Open up
Download APK for Android
Currently, Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) APK download is not available. Please proceed to download from the Google Play Store.
Google Play
Get from Play Store
1. Click "Get from Play Store
2. Download Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) from the Play Store
3. Launch and enjoy Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)
Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) APK FAQ

Is Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) safe for my device?

Open up

What is an XAPK file, and what should I do if the Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) I downloaded is an XAPK file?

Open up

Can I play Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) on my computer?

Open up